Bookshelf

| browse books |
books
 

| book details |

Indlalifa - Ushicilelo lwesibini

By (author) Ncedile Saule

| on special |

normal price: R 218.95

Price: R 196.95


| book description |

"Ingxaki ivumbuluka kwakucaca ukuba akangelifumani ilifa uCikizwa, inkosikazi yesibini kaMantintane. Yena uMantintane umi kwelokuba uVusumzi, unyana wakhe kwinkosikazi yakhe yokuqala eyaswelekayo, nguye indlalifa. Njani kaloku, njengokuba waphisa ngaye eseyimveku kumkhuluwa wakhe uSithombo asakusweleka unina uNokhwezi? Ingxubakaxaka: uVusumzi ukhula esazi uSithombo noNozibele njengabazali bakhe, intsha le ivelayo yokuba kanti konke oku uyise nguMantintane. Akayamkeli loo nto. UCikizwa ufunga amise iintupha ukuba akukho Vusumzi uza kuba yindlalifa. Liba likhulu idabi phakathi kwakhe nendoda yakhe. Kwelinye icala uSithombo usengxakini, kufuneka achaze ukuba uVusumzi lo wavela njani na kuba Mantintane akanaso isizalo ngokwengxelo yoogqirha ephandwe nguCikizwa. Ngunyana kabani uVusumzi?"

| product details |



Normally shipped | Usually delivered in 6-12 days
Publisher | Hibbard Publishers
Published date | 8 Aug 2011
Language | IsiXhosa
Format | Paperback
Pages | 0
Dimensions | 0 x 0 x 0mm (L x W x H)
Weight | 0g
ISBN | 978-1-8749-3389-2
Readership Age | Grade 8-12
BISAC |


| other options |


| your trolley |

To view the items in your trolley please sign in.

| sign in |

| specials |

Theory & Practice

Michelle de Kretser
Hardback
192 pages
was: R 420.95
now: R 378.95
Available from overseas. Usually dispatched in 14 days


Exiles: Times book of the month 'Stanley Kubrick meets MR James'

Mason Coile
Paperback / softback
224 pages
was: R 517.95
now: R 465.95
Forthcoming

A terrifying locked-room mystery set in a remote outpost on Mars.

The Correspondent

Virginia Evans
Hardback
288 pages
was: R 450.95
now: R 405.95
Stock is usually dispatched in 6-12 days from date of order


Broken Country: AMAZON'S BOOK OF THE YEAR - THE MILLION-COPY BESTSELLER

Clare Leslie Hall
Paperback / softback
320 pages


Enquiries only

An epic love story with the pulse of a thriller that asks: what would you risk for a second chance at first love?